Mangubo
Joined 2 years ago
Indlebe (plural iindlebe)
Ear
e.g.
1. Indlebe yam yasekhohlo ibuhlungu.
2. Iindlebe zika Mr Spock zitsolo.
en
1. My left ear is aching.
2. Mr Spock has pointy ears.
By
Mangubo

Isimuncu-muncu
Pudding
e.g.
Abantwana batye isimuncu-muncu emva kwesidlo sabo.
en
The children ate pudding after their meal.
By
Mangubo
