Isandla (plural izandla)
Hand.
e.g.
1.Phakamisa isandla xa ndibiza igama lakho.
2. Hlamba izandla.
en
1 Raise your hand when I call out your name.
2. Wash your hands.
By
Mangubo
August 8, 2022